Ukubhiyozela imini yokuzalwa yeqhawe

Lunga Mthengwane, 26, NU11.


"The day means a lot to me because we are free today because of him. Together with the community, we will be cleaning the old Mbasa Primary School where people just illegally dump.”




Ndoyisile Blouw, 60, NU6.


"Inye into ebalulekileyo ngalamini – kukuzalwa kuka Mandela qha. Akukho nanye into exolisayo kubomi esibuphilayo, ucinga ukuba uzozenzela ntoni, hayi ukuba ndizokwenzela bani ntoni. Akukho mntu wenzela omnye into kulemihla.”




Nomonde Dyakophu, 33, NU3.


"As Department of Education peer group trainers we normally go to Ekuphumleni Old Age Home in Zwide and help the elderly there. We normally go beyond the 67 minutes.”




Michael Moses, 44, NU11.


"Ndiza kwakhela usisi wam uthango kuba kudala endicela qha ndibethwa kuxakeka. Ibaluleke kakhulu lamini kuba sesikhululekile nje kungenxa yakhe. No-Zuma lowo ngesehla esenyuka njengam kule Motherwell.”




Yandisa Njengele, 16, NU7.


"I will plant a tree at home and donate to the poor at SOS in Korsten.


"I will be helping people and feel good about myself.”




Nosicelo Kalolo, 38, NU2.


"I will ask other parents to help cook for the poor. He sacrificed his life for us, the least I can do is sacrifice 67 minutes.”




Liyema Ntsoyi, 18, NU10.


"Ndiyarhalela ukunceda qha andikazazi ukuba ndiza kwenza ntoni na.


"Yona lamini ibaluleke kakhulu.”




Lerato Motabeng, 24, NU6.


"It is very important that we as South Africans unite and give back, especially on that day.


I will donate clothes to those who need them.”

subscribe